LWE-ANNUITIY ZIPHUNYEZIWE NGOMHLA WOKU-1 KAMATSHI 2021
YINTONI ETSHINTSHAYO?
Ukusukela ngomhla woku-1 kaMatshi 2021 ii-provident fund kufuneka zisebenze njengeemali zepenshini, okt kumhlala-phantsi sisinye
kwisithathu kuphela esinokuthathwa njengesambuku sekheshi kwaye isibini kwisithathu masisetyenziselwe ukuthenga ipenshini ubomi
bonke. Ukukhusela amalungelo amalungu anikezelweyo onke amalungu ukusuka kumhla woku-1 Matshi 2021 azakuba neembiza ezimbini zemali kwiNgxowa-mali. “Imbiza” enikezelweyo kunye “nembiza” enganikezelwanga.